Emjika

Umjika unendawo ebizwa ukuba yi Upper Mjika ne Lower Mjika

ize leUpper ne Lower Mjika yahlulahlulwe kwilali ngelali - Mna ndizakukuxelela nge Upper Mjika ngoba ndiyayazi. iQala Pesheya konyembezi, ibe KuNqumama, eSikhulu, iMfabantu, eSikolweni, eMthonyameni. Kukholo imifula emikhulu - iQala kuMthatha, uNyembezi, uZagwityi, uMkrucu, uMvubo neminye ke.

They have upgraded the infrastructure (road) even thou its stil gravel, now you go back home without worries. The journey thru this village passes thru a v...ery beautiful forest called Kambi Forest. This village has many families but mostly dominated by the Gubevu clan so u can imagine the unity. The are different religious churchs that accomodate everyone. The is diversity in cultural beliefs & tradition. Most people invest in life stock & ploughing fields. This is Upper Mjika village.

Indlela bayilungisile ngoku - kunegrabile ngoku ke ngeke uhlupheke xa usiya khona. Xa unoluhambo oluya eUpper Mjika xa usuka ngaseNcise udlula kwihlathi elikhulu elibizwa ngokuba nguKhambi. Lelali inemizi ngemizi uninzi lwayo ngoMaduna, kuyaviwana ke. Kunendindi ngendidi zecawe apho wonke umntu amkelekileyo. Isininzi sabantu baphila ngokufuya iNkomo nezinye ke izilwanyana ezinje ngegusha, bhokhwe, hagu njalonjalo, iphimbe babengabalimi. Yilali yase Upper Mjika ke leyo.